Uyeremiya 36:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UBharuki wawalesa encwadini amazwi kaYeremiya endlwini kaYehova, egumbini likaGemariya unyana kaShafan, umbhali, entendelezweni ephezulu, ekungeneni kwesango elitsha lendlu kaYehova, ezindlebeni zabantu bonke.

Uyeremiya 36

Uyeremiya 36:1-19