Uyeremiya 35:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndamthabatha ke uYazaniya unyana kaYeremiya, unyana kaHabhatsiniya, nabazalwana bakhe, noonyana bakhe bonke, nendlu yonke yamaRekabhi; ndabangenisa endlwini kaYehova,

Uyeremiya 35

Uyeremiya 35:2-5