Uyeremiya 35:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYeremiya wathi kwindlu yamaRekabhi, Utsho uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Ngenxa enokuba niwuphulaphule umthetho kaYonadabhi uyihlo, nayigcina yonke imithetho yakhe, nenza ngako konke awaniwisela umthetho ngako;

Uyeremiya 35

Uyeremiya 35:9-19