Uyeremiya 35:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Agciniwe amazwi kaYonadabhi, unyana kaRekabhi, awabawisela oonyana bakhe ukuba bangaseli wayini; àbaseli unanamhla, bawuphulaphula ke umthetho kayise. Ke mna ndathetha kuni, ndithetha, ndivuka kusasa; anindiphulaphulanga.

Uyeremiya 35

Uyeremiya 35:9-19