Uyeremiya 34:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kuwenza amadoda awugqithileyo umnqophiso wam, angawagcinanga amazwi omnqophiso awawenzayo phambi kwam, abe lelo thole alicanda kubini, acanda phakathi kwezahlulo zenyama yalo.

Uyeremiya 34

Uyeremiya 34:12-22