Uyeremiya 34:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emveni koko bajika, bawabuyisa amakhoboka namakhobokazana ababewandulule bewakhulule, bawaxinzelela ekubeni ngamakhoboka namakhobokazana.

Uyeremiya 34

Uyeremiya 34:2-18