Uyeremiya 33:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Kule ndawo ilinxuwa, ingenamantu, ingenankomo, nasemizini yayo yonke, kuya kubuya kubekho ikriwa labalusi, ababuthela imihlambi yabo kulo.

Uyeremiya 33

Uyeremiya 33:7-14