Uyeremiya 32:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba oonyana bakaSirayeli noonyana bakaYuda baye besenza ububi bodwa emehlweni am kwasebuncinaneni babo; ngokuba oonyana bakaSirayeli ngabaqumbisi bodwa kum, ngezenzo zezandla zabo; utsho uYehova.

Uyeremiya 32

Uyeremiya 32:23-38