Uyeremiya 32:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Beza ke balihlala; kodwa àbaliphulaphula izwi lakho, àbahamba ngomyalelo wakho; konke owabawiseláyo umthetho ngako ukuba bakwenze, àbakwenza; wabahlisela ke bonke obu bubi.

Uyeremiya 32

Uyeremiya 32:17-25