Uyeremiya 32:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ndayinikela incwadi yentengo kuBharuki unyana kaNeriya, unyana kaMaseya, emehlweni kaHanameli okabawokazi, nasemehlweni amangqina lawo abhalileyo encwadini yentengo, nasemehlweni amaYuda onke abehleli entendelezweni yentolongo.

Uyeremiya 32

Uyeremiya 32:8-19