Uyeremiya 29:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngako oko utsho uYehova ukuthi, Yabonani, ndiyamvelela uShemaya waseNehelam nembewu yakhe; akayi kuba namntu uhleliyo phakathi kwaba bantu; angayi kubona okulungileyo endikwenzela abantu bam, utsho uYehova; ngokuba ethethè elokukreqa kuYehova.

Uyeremiya 29

Uyeremiya 29:28-32