Uyeremiya 27:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

engathatyathwanga nguNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, ekumfuduseni kwakhe uYekoniya, unyana kaYehoyakim, ukumkani wakwaYuda, eYerusalem, ukumsa eBhabheli, enabanumzana bonke bakwaYuda neYerusalem;

Uyeremiya 27

Uyeremiya 27:12-22