Uyeremiya 26:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

lisithi, Utsho uYehova ukuthi, Yima entendelezweni yendlu kaYehova, uthethe kuyo yonke imizi yakwaYuda, eza kuqubuda endlwini kaYehova, onke amazwi endikuwisela umthetho wokuba uwathethe kubo; ungaphunguli zwi kuwo.

Uyeremiya 26

Uyeremiya 26:1-6