Uyeremiya 25:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Yabonani, ububi buya kuphuma eluhlangeni, buye eluhlangeni, umoya omkhulu ovuthuzayo uvuke esinqeni sehlabathi.

Uyeremiya 25

Uyeremiya 25:31-35