Uyeremiya 25:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthabathela kumnyaka weshumi elinesithathu kaYosiya unyana ka-Amon, ukumkani wakwaYuda, kuzise kule mini, le minyaka imashumi mabini anamithathu, bekufika ilizwi likaYehova kum; bendithetha kuni, ndivuka kwakusasa ndithethe; anivanga noko.

Uyeremiya 25

Uyeremiya 25:2-7