Uyeremiya 25:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba, yabonani, ndiqalela emzini obizwa ngegama lam, ukuhlisa ububi; ningába msulwa nide nibe msulwa na ke nina? Aniyi kuba msulwa; ngokuba ikrele ndilibizela bonke abemi behlabathi; utsho uYehova wemikhosi.

Uyeremiya 25

Uyeremiya 25:21-33