Uyeremiya 25:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ziya kuwakhonzisa nawo iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu, ndiwavuze ngokwemisebenzi yawo, nangokwezenzo zezandla zawo.

Uyeremiya 25

Uyeremiya 25:11-19