Uyeremiya 25:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokusingisele ebantwini bonke bakwaYuda, ngomnyaka wesiné kaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ongumnyaka wokuqala kaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli;

Uyeremiya 25

Uyeremiya 25:1-9