Uyeremiya 24:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Enye ingobozi ibinamakhiwane alungileyo kakhulu, enjengamakhiwane aziintlahlela ekuvuthweni; enye ingobozi ibinamakhiwane amabi kunene, angenakudliwa ngobubi bawo.

Uyeremiya 24

Uyeremiya 24:1-7