Uyeremiya 22:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lo mfo uKoniyahu ngumphanda odelekileyo, oza kuhlekezwa na? Uyimpahla engananziweyo na? Kungandawoni na ukuba bajulelwe, yena nembewu yakhe, baphoswe ezweni abangalaziyo?

Uyeremiya 22

Uyeremiya 22:27-30