Uyeremiya 22:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba akabheke ntweni amehlo akho nentliziyo yakho, kuphela akwinzuzo yakho nakwigazi labamsulwa, ukuze liphalazwe; asekucudiseni nasekuvikiveni, ukuba wenze oko.

Uyeremiya 22

Uyeremiya 22:11-19