Uyeremiya 22:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba utsho ukuthi uYehova, ngoShalum unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, owaba ngukumkani esikhundleni sikaYosiya uyise, owaphuma kule ndawo, Akasayi kubuya abuyele apha;

Uyeremiya 22

Uyeremiya 22:8-19