Uyeremiya 21:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabonani, ndichasene nani, bemi bentili, beliwa lehewu, utsho uYehova; nina bàthi, Ngubani na oya kuhla phezu kwethu? ngubani na oya kusingenela emakhaya?

Uyeremiya 21

Uyeremiya 21:4-14