Uyeremiya 20:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uYehova unam, njengegorha elingcangcazelisayo; ngenxa yoko baya kukhubeka abandisukelayo, abayi koyisa; baya kudana kakhulu, ngokuba bengenzanga ngengqiqo; ihlazo labo lingunaphakade, alinakulityalwa.

Uyeremiya 20

Uyeremiya 20:5-12