Uyeremiya 2:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukanti ùthi ke, Ndimsulwa, ewe, umsindo wakhe ubuyile kum. Yabona, ndiya kumangalelana nawe ngenxa yokuba usithi, Andonanga.

Uyeremiya 2

Uyeremiya 2:31-37