Uyeremiya 2:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Njengokudana kwesela lakufunyanwa, kunjalo ukudana kwendlu kaSirayeli: bòna ngokwabo, nookumkani babo, nabathetheli babo, nababingeleli babo, nabaprofeti babo;

Uyeremiya 2

Uyeremiya 2:16-27