Uyeremiya 2:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

mazi ye-esile lasendle, eqhele intlango, ethi ngokunqwena kwayo isezele umoya; ukungxamela kwayo inkunzi, ngubani na ongakubuyisayo? Bonke abayifunayo abazidinisi; boyifumana ngenyanga yayo.

Uyeremiya 2

Uyeremiya 2:21-28