Uyeremiya 19:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kubadlisa inyama yoonyana babo nenyama yeentombi zabo, elowo adle inyama yowabo, ekungqingweni nasekucuthweni, eziya kubacutha ngako iintshaba zabo, nabawufunayo umphefumlo wabo.

Uyeremiya 19

Uyeremiya 19:6-15