Uyeremiya 19:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngenxa enokuba bendishiyile mna, bayenza eyasemzini le ndawo baqhumisela thixweni bambi abangabaziyo, bona, nooyise, nookumkani bakwaYuda, bayizalisa le ndawo ngegazi labamsulwa.

Uyeremiya 19

Uyeremiya 19:3-9