Uyeremiya 17:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

kothi ke kungene ngamasango alo mzi ookumkani nabathetheli, abahleli etroneni kaDavide, bekhwele ezinqwelweni nasemahasheni, bona, nabathetheli babo, amadoda akwaYuda, nabemi baseYerusalem; lo mzi umìwe ngonaphakade,

Uyeremiya 17

Uyeremiya 17:23-27