Uyeremiya 16:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yehova, mandla am, nqaba yam, ndawo yokusabela kwam ngomhla wembandezelo, ziya kuza kuwe iintlanga, zivela eziphelweni zehlabathi, zithi, Oobawo bádla ilifa lobuxoki bodwa, amampunge la, ekungekho nto inokunceda phakathi kwawo.

Uyeremiya 16

Uyeremiya 16:14-21