Uyeremiya 15:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abahlolokazi babo baziimfidi kum kunentlabathi yolwandle; ndizisa kubo phezu konina wamadodana umbhuqi emini enkulu; ndibawisela ngesiquphe inimba nokukhwankqiswa.

Uyeremiya 15

Uyeremiya 15:4-18