Uyeremiya 15:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndobanikela kwizikumkani zonke zehlabathi ukuba babe yinto yokunqakulwa, ngenxa kaManase unyana kaHezekiya, ukumkani wakwaYuda, ngenxa yoko wakwenzayo eYerusalem.

Uyeremiya 15

Uyeremiya 15:1-5