Uyeremiya 14:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Naba bantu, baprofetela bona, baya kuba yimilahlwa ezitratweni zaseYerusalem ngenxa yendlala nekrele; kungabikho ubangcwabayo, bona, nabafazi babo, noonyana babo, neentombi zabo, ndibaphalazele ngeento zabo ezimbi.

Uyeremiya 14

Uyeremiya 14:12-22