Uyeremiya 13:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova kum ukuthi, Hamba uye uzithengele umbhinqo welinen, uwubeke esinqeni sakho, ke uze ungawufaki emanzini.

Uyeremiya 13

Uyeremiya 13:1-8