Uyeremiya 12:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kothi, ukuba bathe bazifunda ngenkuthalo iindlela zabantu bam; ukuba bafunge igama lam, bathi, Ehleli nje uYehova, njengoko babafundisáyo abantu bam ukufunga uBhahali;* baze bakheke phakathi kwabantu bam.

Uyeremiya 12

Uyeremiya 12:13-17