Uyeremiya 11:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuze ndisimise isifungo endasifungela ooyihlo, ukuba ndibanike ilizwe elibaleka amasi nobusi, njengoko kunjalo namhla. Ndaphendula mna, ndathi, Amen, Yehova.

Uyeremiya 11

Uyeremiya 11:1-12