Uyeremiya 11:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngako oko, utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Yabona, ndiya kuwavelela; amadodana aya kufa likrele, oonyana babo neentombi zabo ziya kufa yindlala.

Uyeremiya 11

Uyeremiya 11:14-23