Uyeremiya 11:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ifuna ntoni intánda yam endlwini yam, isenza amayelenqe nje? Izibhambathiso nenyama engcwele zobususa na ububi bakho kuwe? Ùbungandula udlamke.

Uyeremiya 11

Uyeremiya 11:7-22