Uyeremiya 10:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na ongeze akoyike, Kumkani weentlanga? Ngokuba kukufanele; kuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga, naphakathi kwezikumkani zonke, akukho namnye unjengawe.

Uyeremiya 10

Uyeremiya 10:4-14