Uyeremiya 10:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zinjengentsika echweliweyo, azithethi; zimele ukuthwalwa, ngokuba zingenakuhamba. Musani ukuzoyika; kuba azinakwenza bubi; kwanokulungisa azinako.

Uyeremiya 10

Uyeremiya 10:1-11