Uyeremiya 1:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

nangemihla kaYoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwada kwaba sekupheleni komnyaka weshumi elinamnye kaZedekiya unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwada kwaba sekufudusweni kweYerusalem ngenyanga yesihlanu.

Uyeremiya 1

Uyeremiya 1:2-8