Urute 4:20-22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

20. uAminadabhi wazala uNashon; uNashon wazala uSalemon;

21. uSalemon wazala uBhohazi; uBhohazi wazala uObhedi; UObhedi wazala uYese;

22. uYese wazala uDavide.

Urute 4