Urute 4:19-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. uHetseron wazala uRam; uRam wazala uAminadabhi;

20. uAminadabhi wazala uNashon; uNashon wazala uSalemon;

21. uSalemon wazala uBhohazi; uBhohazi wazala uObhedi; UObhedi wazala uYese;

Urute 4