Urute 4:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku wenyuka uBhohazi, waya esangweni lomzi, wahlala khona; nanko egqitha umkhululi lowa abethetha yena uBhohazi; wathi, Wa, Nantsi, khawuphambukele apha, uhlale phantsi.

Urute 4

Urute 4:1-4