Urute 3:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wadla uBhohazi, wasela, yachwayitha intliziyo yakhe; waya walala phantsi ekupheleni kwentlaba. Waya ke ecotha, wamtyhila ingubo ngasezinyaweni zakhe, walala phantsi.

Urute 3

Urute 3:1-13