Urute 2:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uBhohazi kuRute, Uyeva na, ntombi yam? Musa ukuya kubhikica ntsimini yimbi; kananjalo uze ungadluli apha; namathela wenjenje kumthinjana wam lo;

Urute 2

Urute 2:7-13