Urute 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wahamba waya, wabhikica entsimini emva kwabavuni. Ithamsanqa lakhe lawela phezu kwesahlulo sentsimi kaBhohazi, obengowomzalwane kaElimeleki.

Urute 2

Urute 2:1-7