Urute 2:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uNahomi kuRute umolokazana wakhe, Kulungile, ntombi yam, ukuba uphume nomthinjana wakhe, ukuze ungàfikelwa mntu ukwenye intsimi.

Urute 2

Urute 2:19-23