Urute 2:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uBhohazi kuye, Ngexesha lokudla sondela apha, udle isonka, uncinde iviniga ngeqhekeza lakho. Wahlala phantsi ngasecaleni labavuni. Wamnika ikhweba; wadla, wahlutha, washiya.

Urute 2

Urute 2:10-23